TNS QINA LYRICS

Ndim lo, thetha ndimamele
Hey mfo, ixesha law’de liphele
B’unengxaki iza’pha kum
Ufikile ke ndoda, vula umlomo

Uthi wonke umtu uk’jikele?
QINA ndoda kuzolunga
Bubomu esibu philayo, sisonke
QINA!
Wamkelekile apha emadoden

Emadoden (x2)
Emadodeni
Emadoden (x3)
Emadodeni

Idlozi limamele, lizosi khusela,
HAYI BO, HAYINI, KAWUPHINDE

Check:   TNS – Watever ft. Zanda Zakuza